Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

ZYK - LUNGU BURIAL

View descriptionShare

Usapho lowayesakuba ngumongameli waseZambia ongasekhoyo uEdgar Lungu, lubhengeze ukuba uzakungcwatyelwa apha eMzantsi Afrika. Izakuba kokokuqala owayesakuba ngumongameli welinye ilizwe engcwatyelwa eMzantsi Afrika. Oku kuza emva kwedabi lokungaboni ngasonye phakathi kosapho lakwaLungu, kunye norhulumente waseZambia. Ukuxovula lomba sincokole nengcali yemiba yobudlelwane namazwe ngamazwe unjingalwazi Bheki Mngomezulu 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,016 clip(s)