



ZYK - SCHOOL ENTREPRENEURSHIP COMPETITION CHALLENGE
INTRO: Iziko iAllan Grey Orbis Foundation, limela abafundi bamabanga aphakamileyo kwingingqi yamazwe akumazantsi eAfrika ukuba bangenele ukhuphiswano olubizwa iAllan Gray Entrepreneurship Challenge. Olukhuphiswano luvuleleke kuzo zonke izikolo zamabanga aphezulu eMzantsi Afrika, kwaye kwezinye izin…

ZYK - BOOK REVIEW - 99.9% TRUTH BY ZILUNGILE GANYAZA
INTRO: Kwinqaku lethu lophicotho ncwadi, kuleveki sijongene incwadi enesihloko sithi ,"99.9% Truth", ebhalwe ngu Zilungile Ganyaza oyinzalelwane yase Ngcolorha eLibode. Lencwadi ubukhulu becala ibalisa ngobunzima athe wadibana nabo njengomntu olinina, kwaye ikwanikeza ithemba kwabasetyhini kuma gin…

APHA - TOPIC - SIU PSIRA AND UIF INVESTIGATION
INTRO: Umongameli uCyril Ramaphosa utyikitye ngokusesikweni isibhengezo esinika amagunya icandelo lophando elikhethekileyo, iSpecial Investigating Unit (SIU) ukutsho, ukuba liphande izityholo zolawulo olugwengxa nendlela yokuziphatha engekho mthethweni kwigunyabantu elilawula icandelo lonoogaba lab…

ZIBUZWAKUTHI - CRIME YOUTH
Amatshantliziyo achasene nolwaphulo mthetho kwaneenkokheli zasekuhlaleni kwiiCape Flats eNtshona Koloni, baxhalabile ngumkhwa oxhaphakileyo wabantu abatsha abazibandakanya namaqela oonqevu. Imontlalo engentlanga, nokungabikho kweenkqubo zemidlalo ingakumbi kwiindawo ezijongene nendlala, kuchazwe nj…

ZIBUZWAKUTHI - MADLANGA DAY 120
Oyintloko yamagosa owiso-mthetho eGauteng uSamuel Mashaba, uvumile phambi kwekomishoni kaMadlanga ukuba wayethetha ngobesakuba ngusekela mongameli weli uDavid "DD" Mabuza, kwincoko yakhe notyholwa ngokuba nguntamnani, uTumelo Nku. Umyalezo womnxeba owathunyelwa ngu Mashaba ku Nku ngosuku lokuchongw…

ZIBUZWAKUTHI - SELF MEDICATION
Oogqirha boMzantsi Africa bavakalise inkxalabo ngokwanda kokusetyenziswa kwamachiza abantu abazithengela wona angagunyaziswanga ngoogqirha. Uxinzelelo lwengqondo olubangelwa ziingxaki zasemsebenzini, imingeni kubudlelwane nezinqandamathe, intswelangqesho, intlupheko neminye imingeni abantu abathi b…

LAPHUMA - PARLY TRAFFIC PROBE
Sixoxa ngophando lwepalamente oludize ukuba inkqubo ye Traffic Register Number (TRN) igutyungelwe ngamaqela omkhambathi woonqevu, kwaye ixhatshazwa ngabemi bangaphandle abangabhaliswanga njengenye yeendlela zokufumana iimpepha zokundwendwela, ezokuvula ii-akhawunti zebhanki, ukuthenga izithuthi, k…

APHA - TREASURY FUND
Njengoko umbhodamo wentswela ngqesho uqhubeka ukudinga izisombululo ezibambekayo zokudala amathuba engqesho kweli, ingakumbi kubantu abatsha kwakunye namanina avaleleka ngaphandle kumathuba oqoqosho, ingxowa mali yokudala imisebenzi ka nondyebo kazwelonke, iNational Treasury's Job Fund ukutsho, iph…

ZIBUZWAKUTHI - MADLANGA DAY 119 - LIVE
Iyaqhuba kwakho namhlanje ikomishoni ka Madlanga, nephanda izityholo zorhwaphilizo, ulwaphulo mthetho kwakunye nongenelelo lwezopolitiki kwimiba yezobulungisa. Oyintloko yamagosa onyanzeliso-mthetho uSamuel Mashaba, uyaqhuba nokunikezela ngobungqina obungqamene nokufunyanwa kweziyobisi eAeroton eRh…

ZIBUZWAKUTHI - AKA
Ingcali yomthetho uAbigail Ngobene, ithi azivakali izizathu zokuba ityala lamadoda asixhenxe atyholwa ngokubulala u Kiernan "AKA" Forbes nomhlobo wakhe uTebello "Tibz" Motsoane, liziswe kwinkundla ephakamileyo eThekwini phambi kwexesha ebelibekiwe. Bekufanele ukuba abatyholwa bavela ngomhla weshumi…