INTRO : Umphathiswa wokhuseleko kwiPhondo iMpuma Koloni, u-Xolile Nqatha uvakalise inkxalabo ngokukhula kweziganeko zokubiwa kwemfuyo kweli phondo. Umphathiswa ebesindleke i-Indaba yokubiwa kwemfuyo eNqanqarhu. Nangona kukhona okwehla kolunye ulwaphulomthetho, ukubiwa kwemfuyo kwenyuke ngaphaya komyinge omnye kwikota yesithathu kulo nyakamali