Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

ZIBUZWAKUTHI - SANTACO

View descriptionShare

Kukho inkxalabo yokuba iintshukumo zabaqhubi bee-taxi zokumisa ngxii ukusebenza kwee-taxi, kungangapheleli kuphela Ekurhuleni, kodwa kunganwenwela nakwezinye iindawo. Kutshanje umbutho wabaqhubi bee-taxi iSANTACO eGauteng, uvakalise ukuba imimandla ethile Ekurhuleni izakuchaphazeleka zezintshukumo. Oku kuza emva kwezigrogriso zayizolo zokumiswa ngxii kokusebenza kwee taxi kweliphondo , emva kokuba amagosa esebe lezothutho oxuthe ii-taxi ezilishumi elinesixhenxe, ngezizathu eziliqela eziquka ukungakulungeli ukuba sendleleni. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,016 clip(s)