Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

ZIBUZWAKUTHI - ENYOBENI

View descriptionShare

Kulindeleke ukuba abaphathi bendawo yentselo iEnyobeni uVuyokazi noSiyakhangela Ndevu, bavele kwakhona kwinkundla kamantyi eMdantsane, eMpuma Koloni. Bajamelene netyala lokuthengisela abantwana abangaphantsi kweminyaka evumelekileyo utywala. Sele iyiminyaka emibini emva kokuba abantwana abangamashumi amabini ananye baphulukana nemiphefumlo kwindawo yentselo eMonti. Ukuvela kwesisibini kwinkundla yinxalenye yophando olujolise ekufumaniseni oyena nobangela walantlekele. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,016 clip(s)