Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

UPHENDLO - CRIME MAFIA

View descriptionShare

Ingaba yendele kangakanani ingxaki yoosopolitiki kunye namapolisa ekutyholwa ukuba asebenzisana namaqela oonqevu? Inokuba obubudlelwane buye bakhiwe njani xa kutheni? Imikhambathi enanisa ngeziyobisi nababulali, kuzube kutheni xa kuzakutyholwa ngokuba basebenzisana nabasemagunyeni eburhulumenteni? Oko kulubeka phi ukhuseleko lwelizwe kunye nabemi balo?

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,015 clip(s)