Nanjengoko namhlanje iyicawa yokugqibela ku 2025, sizakuqwalasela amanqaku bewebaphambili kulonyaka ukusuka kwipolitiki, uqoqosho nakwezentlalo kuMzantsi Afrika. Ukanti lonyaka ubone iqonga le G20 libamba inkomfa okokuqala kwilizwekazi i-Afrika ze kwaphakwanyiswa iNational Dialogue ukuqubisana nengxaki ejamelene nesizwe phakathi kwezinye.. Ukusihlalutyela banzi sikrwece unjigalwazi Ntsikelelo Breakfast ophuma kwidyunivesithi yaseNMU, nengcali yezoqoqosho uPhelisa Nkomo...