Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

LAPHUMA - RAMAPHOSA EQUITY EMPLOYMENT

View descriptionShare

Umhlobo Wenene Current Affairs

Umhlobo Wenene Current Affairs
1,623 clip(s)
Loading playlist

Umongameli Cyril Ramaphosa uvumile ukuba uMzantsi Afrika awenzanga iinguqu ngokwaneleyo unika igunya lokukawula nokuqinisekisa ukuba wonke ubani, neentlanga zonke ziyaxhamla ngokoqoqosho nokuqukathwe kumthetho kamakulinganwe iEmployment Equity Act. Kwimbalelwani yakhe ayikhupha rhoqo ngeMivulo, uRamaphosa uthe luhamba ngonyawo lonwabu utshintsho olungeenjongo zokuxhamlisa wonke ubani kuqoqosho. Umongameli umemelele kwelokuba kubekwe phambili amalungelo abasebenzi bazo zonke iintlanga kwaye baxhamliswe kuqoqosho lweli. Sihleli nonobhala wemanyano yabasebenzi iSAFTU uZwelinzima Vavi, nengcali yethu kwicandelo lengqesho uBukani Mngoma.

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,015 clip(s)