Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

APHA - BOY CHILD

View descriptionShare

Umhlobo Wenene Current Affairs

Umhlobo Wenene Current Affairs
1,623 clip(s)
Loading playlist

Ngomso umhla weshumi elinesithandathu kuCanzibe, kuphawulwa usuku lwehlabathi olunika ingqwalasela kubantwana abangamakhwekwe, i-International Day of the Boy Child ngelasemzini. Umbutho ongekho phantsi kukarhulumente iThe Character Company, uzinikele ekusebenzeni nabantwana abangamakhwenkwe abangenabo ootata. Lombutho ujolise ekuqubisaneni neemeko ezidala ukuba abantwana abangamakhwenkwe bangakwazi ukuthetha ngokukhululekileyo ngezinto ezibatyayo, ezifana nokungabi natata nokungabikho kwabantu abangotata abanegalelo elihle kubomi babo, nokujamelana nobunzima ekufumaneni abantu abanokuthetha ngokukhululekileyo kubo, ngeloyikisela indlela abazakujongwa ngayo luluntu okanye ukubekwa ibala phakathi kwezinye izinto.

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,015 clip(s)