

ZIBUZWAKUTHI - GAU REAX
Umbutho wabahlali okwangunxantathu we ANC i-SANCO ugrogrisa ngokuyeka ukugayela inkxaso umbutho we ANC emva kohlengahlengiso lwe Cabinet luka-Lesufi... Ukusabela kwicala le ofisi yenkulubaphathiswa yase Gauteng, emnxebeni sibambe isithethi sorhulumente wephondo, uElijah Mhlanga...

ZIBUZWAKUTHI - GAU RESHUFFLE
Umbutho wabahlali iSANCO kwiphondo iGauteng umemelela ukuba alahle esikhundleni sakhe uPanyaza Lesufi emva kokuba enze uhlenga-hlengiso lwe Cabinet. Kwiveki ephelileyo uLesufi wenze utshintsho kwi Cabinet nalapho usihlalo we EFF kwiphondo uNkululeko Dunga ebekwe njengoMphathiswa omtsha wesebe lemal…

ZIBUZWAKUTHI - EC TRAFFIC
Linyuke layotsho kwishumi elinesixhenxe inani labantu ababhubhe kwiingozi zendlela ngale mpelaveki yepasika, kwiphondo iMpuma Koloni. Oku kusemva kokubhubha kwabantu abasixhenxe emva kokungquzulana kwesithuthi esincinci kunye nesigadla kwindlela uM17 phakathi kweMotherwell nakwaZakhele eGqeberha i…

LAPHUMA- CONTRALESA KILLINGS INQUIRY
Umbutho ojongene neenkokheli zemveli kweli i-CONTRALESA, umemelela ukuba kusekwe ikomishoni ezakuphanda ngokubulawa kweenkokheli zemveli eMzantsi Afrika. Oku kuza emva kokubulawa kwelungu lesigqeba esiphezulu seContralesa, uKosi Thugwana, eTweefontein kufutshane naKwaMhlanga. Amapolisa athi uThugwa…

LAPHUMA- PUBLIC PROTECTOR MAINTANANCE
I-ofisi yomkhuseli woluntu ithi izakuphanda izikhalazo ngomba wokulibaziseka kwenkqubo yokukhutshwa kwemali yesondlo sabantwana. Le ofisi ithi ifumene izikhalazo eziliqela ngokulibaziseka kwale nkqubo kwisebe lezobulungisa nophuhliso lomgaqosiseko. Umkhuseli woluntu uthi uzakuqalisa inkqubo yophand…

LAPHUMA - WOMEN LAND (discussion)
Sixoxa ngengxelo emalunga nengxaki yokusokola kwabasetyhini ukwabelwa umhlaba kwiindawo abahlala kuzo, ingakumbi kwiilali zeli

APHA - MOTHER TO CHILD HIV TRANSMISSION
Kukho inkxalabo nanjengoko kukho iingxelo ezithi ayonyuka amanani abantwana abazalwa sele bosulelwe yintsholongwane kaGawulayo. Ngokwengxelo, ngabantwana abasandula kuzalwa abangamakhulu amabini anamashumi amathathu kwiphondo lase Gauteng, abazelwe benentsholongwane kaGawulayo kwisiqingatha salonya…

APHA - VBS AFFIDAVIT
Ubungqina obuchaza izenzo zorhwaphilizo nobuqhophololo ezakhokhelela ekubhangisweni kwebhanka iVBS Mutual, buye bavela elubala. Obubungqina nobenziwe ngowayesakuba ngusihlalo weVBS, uTshifhiwa Matodzi, bungeniswe phambi kweNkundla ePhakamileyo yasePitoli ngoLwesithathu njengenxalenye yesivumelwano …

APHA - WC FLOODS
Umasipala iDrakenstein, ubongoza abahlali base Newton eWellington, ukuba bangabuyeli emizini yabo kwangoku. Aba bahlali, bafuduswe kulo mmandla, emva koloyiko olubangelwe kukuphuphuma kwamadami asezifama, namanzi awo ebechithekela kulo mmandla. Nangona kunjalo, abanye babo sele bebuyele emizini yab…

APHA - DEBT
Ube ngundaba mlonyeni umba woomasipala abanetyala lika-Eskom. Oku, kusemva kokuba umphathiswa wezamandla nombane uKgosientsho Ramokgopa, evumile ukuba u-Eskom, hleze angakwazi ukuyifumana yonke imali ayityalwa ngoomasipala. Ukuzakuthi ga ngoku, oomasipala batyala u-Eskom, imali ebalelwa kumashumi a…