Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairsUmhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs

ZIBUZWAKUTHI - EC TRAFFIC

View descriptionShare
 

Linyuke layotsho kwishumi elinesixhenxe inani labantu ababhubhe kwiingozi zendlela ngale mpelaveki yepasika, kwiphondo  iMpuma Koloni. Oku kusemva kokubhubha kwabantu abasixhenxe emva kokungquzulana kwesithuthi esincinci kunye nesigadla kwindlela uM17 phakathi kweMotherwell nakwaZakhele eGqeberha izolo. Ukuzothi ga ngoku bangaphaya kwekhulu abantu ababanjelwe ukuqhuba bephantsi kwempembelelo zotywala kweliphondo. Amagosa endlela asaqhuba nokubamba ucwangco ezindleleni nanjengoko isininzi sabantu sibuyela kwiindawo zempangelo namhlanje. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 1 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs

Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs
Social links
Recent clips
Browse 1,468 clip(s)