Kwelinye icala, ukuqwalasela esele kuvelile ukuzakuthi ga ngoku kwikomiti yesikhawu epalamente, kwakunye nezakutshanje zokugqogqwa kwekhaya likasekela mkomishinala wamapolisa kuzwelonke onqunyanyisiweyo uShadrack Sibiya, kwakunye nesinhanha esingusomashishini uHangwani Morgan Maumela,