Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

ZIBUZWAKUTHI - NFD

View descriptionShare

Angagxothwa usihlalo weNFP onqunyanyisiweyo kwiphondo laKwaZulu Natal, uMbali Shinga, ukuba unokufunyaniswa enetyala lokungawuthobeli umyalelo wombutho. Kulindeleke ukuba avele phambili kwenkqubo yoluleko namhlanje. Oku kuza emva kokuba uShinga evote ngokuchaseneyo nombutho uMkhonto weSizwe kwisiphakamiso sokuphelelwa lithemba ngakwi nkulubaphathiswa yelaphondo ,uThami Ntuli, kwindibano ebihleli kwinyanga ephelileyo. Oku kwenzeke nangona iqela lakhe limyalele ukuba axhase isiphakamiso esenziwe liqela iMKP kunye ne-EFF. Ukunganyaniseki kukaShinga kwakhokelela ekunqunyanyisweni kwakhe iinyanga ezintathu. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

  1. Umhlobo Wenene Current Affairs

    1,366 clip(s)

  2. SABC News Podcasts

    21,395 clip(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,756 clip(s)