Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

ZIBUZWAKUTHI - EC GANG

View descriptionShare

Umbutho iDA ukhokele uqhankqalazo kumasipala ombaxa iNelson Mandela Bay, umemelela ungenelelo kwingxaki eqatseleyo yobundlobongela boonqevu kwii Northern Areas. Lo mbutho uthi abahlali baziva besenziwa amakheswa emva kokuba umongameli uCyril Ramaphosa ebhengeze ukutyalwa kwamajoni kumanye amaphondo ngaphandle kweMpuma Koloni, noxa kujongenwe nemeko efanayo. I DA ithi injongo yolu qhankqalazo kukufaka uxinizelelo kurhulumente kazwelonke ukuba azibekele phambili zonke iindawo ezijongene nalo mngeni. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,104 clip(s)