Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

UPHENDLONDABA - CAPE INDEPENDENCE REFERENDUM

View descriptionShare

INTRO: Umongameli uCyril Ramaphosa ukubeke kwacaca ukuba akuzukubakho ngxoxo malunga nokuzimela kwephondo leNtshona Koloni, exoxa ngelithi umgaqo siseko woMzantsi Afrika uthi elilizwe limanyene, lizimele kwaye lilawulwa yintando yesininzi. Uthi olwakhe uxanduva kukukhusela olumanyano. Kodwa eminye yemibutho yoluntu ezakuzela ukuzimela kweliphondo nequka i- Cape Independence Advocacy Group ( CIAG),  ithi lengxoxo zezinye zezixhobo eziye zisetyenziswe kulawulo lwentando yesininzi nangona ingabopheleli ngokomthetho.

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,104 clip(s)