Inokuba uzakuthini okanye athabathe manyathelo mani umongameli uRamaphosa xa ezakube ethetha nesizwe ngokuhlwa nje? Inokuba kutheni evele wacela ikhefu elikhethekileyo uSenzo Mchunu njengomphathiswa? Inokuba zinyaniseke kangakani iingxelo zokuba xa engagxothwa uMkhwanazi kungabonakala umbhodamo kwelilizwe…?