Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

APHA - ICASA PARLY

View descriptionShare

IPalamente iphakamise inkxalabo ngezivumelwano ezibini zoshishino ezizakuguqula icandelo lezonxibelelwano kweli, neziquka ukuthengwa kukaMultiChoice yinkapani i Canal+, kunye nokudityaniswa kukaVodacom noMaziv. Amaziko olawulo lwezonxibelelwano i ICASA, nekomishoni yokhuphiswano iCompetition Commission, axelele amalungu ePalamente ukuba ezi zivumelwano zezoshishino, zisemthethweni, kwaye zisemdleni woluntu. Nangona kunjalo, abaqulunqi bomthetho bayakukhaba oku, benemibuzo ngokulawulwa ziinkampani zamanye amazwe nobunganga bazo, nokuba ingaba uMzantsi Afrika awuphulukani kusini na nolawulo lwecandelo lamajelo eendaba. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,030 clip(s)