Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

UPHENDLO - NATIONAL DIALOGUE

View descriptionShare

Umhlobo Wenene Current Affairs

Umhlobo Wenene Current Affairs
1,638 clip(s)
Loading playlist

Umongameli uCyril Ramaphosa uthi iNgxoxo yeSizwe ezayo ayizukwenzeka ngosuku olunye kodwa izakwenzeka ngokwezigaba eziqala kwiindibano zothethwano zasekuhlaleni,  kunye neengxoxo zamacandelo. IKomiti kazwelonke yokuLungiselela lengxoxo iqikelela ukuba lomsebenzi uzakuxabisa ngaphezulu kwezigidi ezingamakhulu asixhenxe zeerandi, nto leyo ebangele izigxeko  yimibutho yabasebenzi, eyopolitko nemibutho yoluntu. Phakathi kwemiba ekuzakuqutyiswana nayo kwezi ngxoxo kukungalingani ngokwentlalo, intswelangqesho, intlupheko, ezolawulo, impatho-mbi yamanina nobuhlanga, phakathi kwezinye.. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,030 clip(s)