Ingaba bakhuseleke kangakanani abantwana kwiindawo ezenzelwe ukuqulunqa nokwakha Ikamva labo? Iphuncuka phi imbeko esikolweni, de kubekho abantwana abazele inkohlakalo, kubekho abangcungcuthekayo ngenxa yabo, ingubani obukele lomkhwa? Kwenzeka ntoni emphefumlweni womntwana ozibhaqa elixhoba lokuxhatshazwa ngomnye umfundi, kuthuleke kungabikho ziphumo zibambekayo. Siphi ngoku ngomba wase Milnerton High School…?