Umongameli uCyril Ramaphosa uthi akukho namnye umntu ozakukhuselwa kutshushiso emva kweziphakamiso zeKomishoni kaMadlanga. URamaphosa ebephendula imibuzo ePalamente, nevela kwiiNkokheli zamaqela ezoPolitiko ohlukileyo. Lemibuzo isukela phakathi kweminye, ekumiselweni kweziphakamiso zeKomishoni kaMadlanga, ukuphumelela kwesicwangciso sophuhliso sikazwelonke i-NDP, kunye nomsebenzi osele wenziwe susela ukusekwa kweKomiti kazwelonke yokujongana nengxaki yamanzi.

APHA - ZERO TOLERANCE CORRUPTION BILL
29:04

APHA - ADHOC PUBLIC
04:44

ZIBUZWAKUTHI - NMU NSFAS FUND
13:09