Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

RAMAPHOSA PARLY - APHA

View descriptionShare

Umongameli uCyril Ramaphosa uthi akukho namnye umntu ozakukhuselwa kutshushiso emva kweziphakamiso zeKomishoni kaMadlanga. URamaphosa ebephendula imibuzo ePalamente, nevela kwiiNkokheli zamaqela ezoPolitiko ohlukileyo.  Lemibuzo isukela phakathi kweminye, ekumiselweni kweziphakamiso zeKomishoni kaMadlanga, ukuphumelela kwesicwangciso sophuhliso sikazwelonke i-NDP, kunye nomsebenzi osele wenziwe susela ukusekwa kweKomiti kazwelonke yokujongana nengxaki yamanzi. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,007 clip(s)