Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

LAPHUMA - GOV EARLY RETIREMENT PROGRAMME

View descriptionShare

Umphathiswa wesebe lemicimbi yezemali kuzwelonke, uEnoch Godongwana, uthi baceba ukucutha amawaka emisebenzi kurhulumente. I ofisi kaNondyebo ithi sele iqalisile ukuphumeza inkqubo yokuthatha umhlala-phantsi ngaphambi kwexesha. Le nkqubo ijolise ekukhuthazeni abantu abadala ukuba bathathe umhlala phantsi ngokuzithandela ukuze kuvuleleke amathuba okuba kungene ulutsha kwicandelo lika rhulumente. Sihleli nenkokheli kwimanyano yabasebenzi bakarhulumente, uMadoda Maxakane...

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,104 clip(s)