Abazali babantwana abaphila nokukhubazeka abagqibe isikolo, bacela uncedo nanjengoko bengazi ukuba makwenzeke ntoni kubantwana babo njengokuba bepase imatriki. Aba bazali bathi awekho amaziko emfundo ephakamileyo akwaziyo ukujongana neemeko ezizodwa abanazo abantwana babo kwaye bashiywe enyanyeni ngurhulumente. Abantwana abakhubazekileyo eMzantsi Afrika bajongene nemiqobo enzima ekuqhubeleni phambili nezifundo zabo, bakumyinge wamashumi asixhenxe ekhulwini (70%) abantwana abahlala emakhaya bengenanto yakwenza. Sihleli nomlawuli weziko eliphuhlisa aba bantwana, iDaisy Autistism Village, uNomsa Masoka...

ZIBUZWAKUTHI - MADLANGA DAY 63
07:00

ZIBUZWAKUTHI - EKURHULENI
08:32

LAPHUMA - EC UNEMPLOYMENT RATE
30:26