INTRO: Kutsha nje zithe ndii ingxelo zeentsapho ezikhalaza kumakhasi onxibelelwano ngendlela iinkampani ezinikezela ngeenkonzo zokungcwaba, Insurance policies & Funeral parlours ukutsho, ezibasokolisa ngayo xa kufuneka zikhuphe intlawulo yebango. Ezinkampani zingena kwisivumelwano sokutsala imali emntwini eza kuba luncedo mhla kwasweleka abantu ababhaliswe phantsi kwesisivumelano. Ziinkampani zabucala, iibhanka kwakunye neenkampani zabangcwabi ezingena kwesisivumelwano sokunikezela ngeenkonzo zokukhawulelana neendleka zomngcwabo.

ZIBUZWAKUTHI - MADLANGA DAY 64
05:36

LAPHUMA - DISABLE EDU INSTITUTIONS
30:39

ZIBUZWAKUTHI - MADLANGA DAY 63
07:00