Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

APHA - SAFTU BUDGET REAX

View descriptionShare

Idale ukubethana kwezimvo intetho yolwabiwo mali yomphathiswa uEnoch Godongwana ayenze emva kwemini namhlanje. Abantu abafana nenkokheli ye-EFF uJulius Malema, bathi lentetho yolwabiwo mali, ayiniki sicwangciso sicacileyo esingokuhlumisa uqoqosho. Ngaxesha nye, ezinye iimanyano zabasebenzi, zinyanzelisa ukuxhaswa kwamacandelo aquka elempahla nomqhaphu, phakathi kwamanye, kwaye zivumelana ngokuba ngaphandle kokuvuselelwa kwamacandelo alapha ekhaya, ingeniso izakuba phantsi koxinizelelo, kwaye yande nentswelangqesho. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,945 clip(s)