Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

APHA - NCC

View descriptionShare
 

Ukutsalelwa umnxeba ziinkampani ezithengisa iimveliso neenkonzo, kubangela inkxalabo ekhulayo kubathengi. Abantu abaninzi bakhala ngokufumana iminxeba ephindaphindiweyo evela kwiinkampani ezizama ukubathengisela iimveliso okanye iinkonzo, nto leyo ebangela ukuba abanye bazive bephazamisekile okanye bengakhuselekanga. Ikomishoni kazwelonke yabathengi, iceba ukwazisa umthetho oza kuthintela le minxeba. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,721 clip(s)