Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

APHA - KILLING

View descriptionShare

Abantu abadala kwilali iBusila ngaphandle kwakuGatyane kwiphondo iMpuma Koloni, baphila ubomi bentshontsho ngenxa yokwanda kweziganeko zolwaphulo mthetho, ekutyholwa ukuba lwenziwa ngabantu abatsha. Amaxhoba akutsha nje aquka inkokheli yemveli nenkosikazi yayo, nabadutyulwe banabela uqaqaqa. Amapolisa athi esi sibini sibhubhileyo besikwivenkile yaso ngethuba kumbonzeleka indoda engaziwayo izogqume ngebalaclava, ze yanyanzelisa ukunikwa imali nompu. Ziviwe luluntu izithonga zokudubula kompu eziliqela, kwaye kutyholwa ukuba la madoda mabini angaziwayo aye acela kwabanentsente, 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,939 clip(s)