Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

APHA - ECDoE TWO DAY INDABA

View descriptionShare

INTRO: Ifikelele esiphelweni namhlanje indibano entsuku-mbini eququzelelwe lisebe lemfundo kwiphondo leMpuma Koloni, nejoliswe ekuqinisekiseni ukuba bonke abantwana bayafikelela kwimfundo esisiseko esemgangathweni, i-Inclusive Education Indaba ngolwasemzini. Lendibano ezinyaswe ngabathathi nxaxheba abaquka amasebe kaRhulumente, ootitshala, abafundi, kwakunye nabo bajongene nokuphuhliswa kwabantu abakhubazekileyo phakathi kwabanye, ibijoliswe ekuzeni neenguqu kwicandelo lezemfundo ezizakuqinisekisa ukuba nabafundi abanezidingo ezikhethekileyo, bayafikelela kwimfundo esemgangathweni njengabanye abafundi.

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,104 clip(s)