Umongameli uCyril Ramaphosa uthi nakubeni abantu abatsha bejongene nemingeni eliqela nje, kodwa kuninzi okusele kwenziwe ngurhulumente wedemocracy ukuguqula impilo yabo. Umongameli ebethetha ngethuba lesikhumbuzo seminyaka engamashumi amahlanu yokuphawula usuku lolutsha kuzwelonke kwibala lezemidlalo iFNB, ngaphandle kwaseSoweto eRhawutini. Ukuba sihlalutye akuthethileyo umongameli, emnxebeni uAmanda Xhala ubambe umhlalutyi wezopolitiko, uHlumelo Xaba...

TRUNEWS @6 - Election Wednesday: Youth vote matters
08:40

TRUNEWS @6 - Eastern Cape Govt marks Youth Day in Emaxesibeni (Mt Ayliff) Rural area in Alfred Nzo district municipality
05:33

NEWS REVIEW| 50 years later, SA youth face unemployment struggle
49:32