



TRUNEWS @6 - Can gender bias gap be bridged by AI in the workplace?
Kusabonakala kuyingxaki ukungalingani phakathi kwamadoda nabasetyhini kwixesha esiphila kulo, ingakumbi kwiindawo zengqesho nalapho ingamadoda afumana ingqwalasela kakhulu kwizinto ezifana nezikhundla eziphezulu, nemivuzo ethe xhaxhe. Oku kunefuthe elikhulu kwi artificial intelligence, noninzi ebel…

TRUNEWS @6 - South Africa's illicit alcohol market accounts for 18% of alcohol sold in the country
Imalike yotywala bomgunyathi eMzantsi Afrika iya ikhula ngesantya esothusayo. Uphando olutsha luqikelela ukuba i-18% yotywala obuthengiswayo kweli lizwe bo bomgunyathi, logama umthamo wabo wenyuke nge-55% ukusukela ngo-2017. Ingaba yintoni eqhuba abathengi ukuba bakhethe obu tywala? Ukuncokola ngal…

TRUNEWS @6 - Parliament's Impeachment committee has resolved to obtain legal advise after it received a letter from President Cyril Ramaphosa
Ikomiti ejongene nokususwa kukamongameli kwisikhundla sakhe, igqibe kwelokuba ifumane ingcebiso yezomthetho emva kokufumana imbhalelwano esuka kumongameli uCyril Ramaphosa, nalapho avakalisa ukungoneliseki kwakhe ngalowo kugqitywe kwelokuba uza kukhokela ubungqina kule komiti. Kwintlanganiso yokugq…

TRUNEWS @6 - Procurement challenges remain a major factor in project delays in the Eastern Cape
Ukulibaziseka kwenkqubo yokuthengwa kweenkonzo nezinto (procurement), kubonwa njengenye yezinto eziphambili ezibangela ukuba iiprojekthi zeziseko ezingundoqo zilibaziseke eMpuma Koloni. Oku kuvele ngexesha lotyelelo lebhunga lamaphondo, National Council of Provinces, ukongamela umsebenzi karhulumen…

TRUNEWS@6 SADC CHAIR ANALYSIS
UMzantsi Afrika uthathe ngokusesikweni isikhundla sikasihlalo kumazwe eSADC. Ngethuba lentetho yakhe yokwamkela esisikhundla, umongameli uCyril Ramaphosa uzibophelele ekusebenzisaneni kunye namanye amazwe akulo mbutho, ekhokhelwe yimithetho elawula umakulinganwe phakathi kwamazwe, nokwakha umanyano…

TRUNEWS@6 NCC introducing a law that will prevent marketers on making unsolicited calls
Ikomishoni kazwelonke yabathengi iceba ukwazisa umthetho oza kuthintela iinkampani ezithengisa iimveliso neenkonzo ukutsalela umnxeba abathengi ngaphandle kwemvume yabo. Ophuma kwi National Consumer Commsiion u Pheto Ntaba ucacisa banzi ngoku...

TRUNEWS @6 - ECDOE has launched the Mabafunde Bonke Project: Grades R–3 Literacy Support Programme
ISebe lezemfundo eMpuma Koloni, ngokubambisana nephulo elibizwa iFLOAT consortium, bebesindleke iphulo elibizwa iMabafunde Bonke, neyinkqubo yokuxhasa abafundi bamabanga u Grade R ukuya kuGrade 3 ekubeni bakwazi ukufunda nokubhala. Lo msitho ububanjelwe eMthatha namhlanje. Le nkqubo yinxalenye yesi…

TRUNEWS @6 - An analysis of Zambia elections
Luyaqhuba unyulo kwilizwe lase Zambia nalapho ezigqatsela isikhundla kwakhona umongameli u Hakainde Hichilema, oneminyaka engamashumi amathandathu anesine ubudala. u Hichilema ubengumongameli kwelilizwe ngonyaka u 2021 ethatha iintambo ku Edgar Lungu ongasekhoyo. Namhlanje sisabona iqhuba imbambano…

TRUNEWS @6 - CANSA warns that the country is facing an avalanche of cancer incidents
Umbutho ojongene nesifo somhlaza, iCancer Association of South Africa, iCANSA, ulumkisa ngelithi ilizwe lijongene nokwanda kwesifo somhlaza. Uthi uqikelela ukuba kuzakuthi kufika unyaka ka 2030 libe inani labachaphazelekayo liphindene kabini. Ngeliphawula iminyaka engamakhulu alithoba anesihlanu wa…

TRUNEWS @6 - Concerns raised about certain political parties who call people to request them to verify their addresses and voting stations
Kukho inkxalabo esuka kubantu nabavoti ngokutsalelwa iminxeba okanye babhalelwe i-email yimibutho ethile yezopolitiko, ebabuza ngeenkcukacha zabo zokubhalisela unyulo. Nangona inganyanzelisi, kodwa le mibutho iye ifune umvoti ukuba aqinisekise idilesi ayibhalisileyo kumqulu wokuvota nokuba bachaze …