trufm Current Affairstrufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - Election Wednesday: Youth vote matters

View descriptionShare
 

Njengokuba uMzantsi Afrika uphawula inyanga yabantu abatsha, ulutsha lweli luyakhuthazwa ukuba ludlale indima njengabemi beli kwiinkqubo ze-democracy. Luyamenywa ukuba luthathe inxaxheba kumaphulo angqamene nonyulo, njengokuba unyulo ludlala indima enkulu ekuthabatheni izigqibo zelizwe. Le mpelaveki siya kuyo ibekelwe bucala ukubhalisela unyulo nokuyo kuqinisekisa ukuba umntu ulubhalisele olu nyulo luzayo, ukuze akwazi ukuba negalelo ekuguquleni isimo seli. Ukuze sincokole banzi ngendima yomntu omtsha kunyulo, namhlanje emnxebeni uAmanda Xhala uhleli usekela-manejala we-IEC kwiMpuma Koloni, u-Mr Masindi Mosehana...

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

trufm Current Affairs

trufm News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,273 clip(s)