Namhlanje kuphawulwa unyaka susela ukuba uLt General Nhlanhla Mkhwanazi wathi wenza izityholo zokugquba kolwaphulo mthetho kwinkqubo yezobulungisa. Ezizityholo zakhokelela ekubeni kumiliselwe ikomishoni yophando, iMadlanga Commission, nesele ikhokhelele ekubanjweni kwabantu abakwizikhundla eziphezulu abaquka amagosa esipolisa aphezulu, nabo batyholwa ngokuba ngoongqondongqondo kulwaphulo mthetho olucetyiweyo. Ukuva ukuba oku kubenetyheneba elinjani kwisipolisa, uAmanda Xhala uncokole nothethela imanyano yamagosa esipolisa, iSAPU, uJabu Mabena...

TRUNEWS @6 - AB Xuma municipality workers slammed with a court interdict following protests
09:30

TRUNEWS@6-IEC calls on political parties to comment on draft Code of Conduct Countering Disinformation document gazetted in Parlianment
06:38

NEWS REVIEW| Discussing the state of NMB Metro with Mayor Babalwa Lobishe
51:07