trufm Current Affairstrufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - AB Xuma municipality workers slammed with a court interdict following protests

View descriptionShare
 

Abasebenzi boMasipala wommandla i-Dr AB Xuma, eMpuma Koloni, banikwe isithintelo senkundla, kunye neeleta zokunqunyaniswa kwabo emsebenzini. Oku kulandela imigushuzo abebeyibamba ngenxa yokungoneliseki yintsebenziswano phakathi kwabo nomasipala, emva kokuba befake izikhalazo ngokungaxoli yimiba ethile edibene nemali.  Ngokwengxelo, kuvakala ukuba lo masipala akayihlawulanga imali ekufanele ukuba uyayihlawula yabasebenzi kwingxowamali yomhlalaphantsi, i-Medical Aid kunye neUIF. Ukuva banzi ngalo mba, emnxebeni uAmanda Xhala ukrwece usihlalo we-SAMWU ephondweni, uLonwabo Delihlazo... 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

trufm Current Affairs

trufm News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,303 clip(s)