INTRO: Ikomishoni yonyulo ezimeleyo imemelela yonke imibutho yezopolitiko, abagqatswa abazimeleyo kunye nabavoti ngokubanzi, ukuba banike uluvo lwabo ngomgaqo ochasene nokupapashwa okanye ukusasazwa kweenkcukacha ezingeyonyani. UMzantsi Afrika unikwa de ibe ngumhla wamashumi amabini ananye kule nyanga ukufaka olu luvo. Ikomishoni ithi abemi beli bonke kufuneka bazi ukuba ukuthintela iinkcukacha ezingeyonyani, luxanduva lommi wonke weli. Ngokukhupha iinkcukacha eziyinyani nokwala ukukhupha iinkcukacha ezingeyonyani, ngaloo ndlela uqinisekisa ukuba inkqubo yonyulo yinkqubo engenamakhwiniba. UAmanda Xhala uncokole nongusekela-mlawuli kwa-IEC kwiphondo iMpuma Koloni, u Masindi Mosehana.....

TRUNEWS @6 - AB Xuma municipality workers slammed with a court interdict following protests
09:30

NEWS REVIEW| Discussing the state of NMB Metro with Mayor Babalwa Lobishe
51:07

TRUNEWS@6-The South African Union of Student hosted a three day Student Accomodation Indaba at the University Kwa-Zulu Natal
07:43