TRUNEWS @6 - Bafana Bafana AFCON qualifier match against Kenya with Khanyiso Tshwaku

 

Xa siqukumbela inkqubo yethu, siyiqukumbela ngezemidlalo, ngomdlalo phakathi kweqela loMzantsi Afrika, iBafana Bafana, neqela laseKenya. U-Amanda uncokole noKhanyiso Tshwaku ngalo mdlalo...