INTERCHANGE: MOVEMBER, PROSTATE CANCER AWARENESS

 

Qho nyonyaka ihlabathi libekela bucala inyanga yeNkanga ukuze kuqatshelwe amaphulo angokufundisa ngomhlaza wamtyhalarha kumadoda, iProstate and Testicular cancers ukutsho. Nangona iProstate Cancer iqatshelwa ngenyanga yoMsintsi kwihlabathi, kwezinye iingingqi zehlabathi ezifana noMzantsi Afrika, idityaniswa nephulo lokuxhobisa amadoda ngomhlaza nesimo sempilo samadoda elibizwa ngokuba yi Movember. Ukuncokola banzi ngalomhlaza kwilinge lokufundisa abantu abangamadoda, emnxebeni sinaye uGqirha Khanyisa Makhamba, oyi Urologist