trufm Current Affairstrufm Current Affairs

TRU NEWS @6| Practical steps for parents build better digital boundaries for kids.

View descriptionShare
 

Iminxeba yohlobo lweSmartphones ibonwa njengento eyenza ubomi lula nethembakeleyo. Kodwa okukuthembakala kungaba yingxaki nanjengoko uluntu luphela luxhomekeka kuyo. Abantwana abaqala kwiminyaka elithoba ubudala babona iminxeba ingabahlobo nalapho bencokola neChatbots. Kutsha nje kukho izehlo zabantwana ekurhanelwa ukuba baye bazibulala ngenkolelo yokulandela imiyalelo abayifumana kwimidlalo ye internet abayidlala kwiminxeba yabo. Ingaba ithini indima yabazali ekuqinisekiseni ukuba abantwana bayisebenzisa ngendlela iminxeba yabo. U-Amanda Xhala uncokole ngengcali kwimiba yobuchwepheshe ne-Artificial Intelligence uChuma Memela...

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

trufm Current Affairs

trufm News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,303 clip(s)