LAPHUMA - PSC WARNING (discussion)
Public Service Commission warns public servants to tread carefully and not let their political affiliation intervene with government work...
APHA - DISCUSSION ON GNU
Umongameli weli uCyril Ramaphosa, ubhengeze ukuba umbutho we- ANC umema amaqela ezopolitiko aphikisayo ukuba asondele ukuze kubanjwe iingxoxo zokkuseka urhulumente wobumbano, iGovernment National Unity ngelasemzini. Oku kulandela nanjengoko lombutho ungakhange ukwazi ukufumana iivoti ezingaphaya ko…
ZIBUZWA - OBJECTIONS & COALITIONS
Amaqela ezopolitiko sele eqalisile ukuqhuba iingxoxo zendibanisela emva kokubhengezwa ngokusesikweni kweziphumo zonyulo, yikomishoni yonyulo ezimeleyo, sincokole nengcali yemiba yezopolitiko nemiba yomthetho
ZIBUZWA - SMALLER PARTIES
Unyulo lwalo unyaka lubelulona lubenemibutho emincinci ebezigqatsele unyulo, kodwa uninzi lwalemibutho ayiqhubanga kakuhle. Sijonga eyona ndima yemibutho emincinci kunyulo, nengcali yemiba yezopolitiko
LAPHUMA - INDEPENDENT CONTEST PODCAST (discussion)
Political Analysts say the current electoral system makes it difficult for independent candidates to succeed in an election...
LAPHUMA - NUMBERS PARLY pkg
WE TELL THE STORY OF THE NEW PARLIAMENT THROUGH NUMBERS
LAPHUMA - SACP pkg
The SACP has opposed a coalition with the Democratic Alliance or newly formed Umkhonto weSizwe party...
ZIBUZWA - IEC WEDNESDAY
Sele kusele iintsuku ezisiXhenxe kuphela ukuba abantu belizwe loMzantsi Africa baye kuvota kunyulo lukazwelonke nolwamaphondo. Kwiinkqubo ndaba zelijelo siyaqhuba nokuncokola nabalawuli abaphuma kwikomishoni yonyulo ezimeleyo malunga neenkqubo zabo zonyulo, kwa nokuba ingaba kumaxa bendawuni namalu…
APHA DA- INTERVIEW
INTRO: Iqela le DA lithi kudala liqhuba nephulo lalo lokugayela inkxaso kuleminyaka emibini edlulileyo, kwaye liizakwenza oku okokugqibela ngeCawe esiya kuyo umhla wamashumi amabini anesithandathu.
APHA MANTASHE-FS
INTRO: Abahlali base Meloding baphakamise iimiba ehambelana nkcakasana nemingeni abajamelene nayo, equka intswela ngqesho yabantu abatsha kwakunye neziseko zophuhliso ezingekho mgangathweni ophucukileyo.