INTRO: Iqela le DA lithi kudala liqhuba nephulo lalo lokugayela inkxaso kuleminyaka emibini edlulileyo, kwaye liizakwenza oku okokugqibela ngeCawe esiya kuyo umhla wamashumi amabini anesithandathu.

LAPHUMA - PSC WARNING (discussion)
29:39

APHA - DISCUSSION ON GNU
34:41

ZIBUZWA - OBJECTIONS & COALITIONS
08:44