Sele kusele iintsuku ezisiXhenxe kuphela ukuba abantu belizwe loMzantsi Africa baye kuvota kunyulo lukazwelonke nolwamaphondo. Kwiinkqubo ndaba zelijelo siyaqhuba nokuncokola nabalawuli abaphuma kwikomishoni yonyulo ezimeleyo malunga neenkqubo zabo zonyulo, kwa nokuba ingaba kumaxa bendawuni namalungiselelo onyulo lweveki ezayo