Usodolophu womasipala iNelson Mandela Bay uNqaba Bhanga ulumkise abahlali balomandla bazikhusele kubhubhane wentsholongwane i- COVID 19. Oku kuza emva kokuba kukhutshwe inkcukacha manani ngalobhubhane nezibonisa ukuba sele kubhubhe abantu abangamawaka amathathu kwesi sixeko ngulobhubhane susela unyaka odlulileyo.ukanti susela ngomhla we 17 kule imiyo baqabele kwiwaka abantu abanentsholongwane i- Corona kulomandla.. Ukusabela banzi emnxebeni sibambe igosa lezonxibelelwano kulomasipala uMamela Ndamase...