Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairsUmhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs

IKHWEZI-MUNICIPAL AUDIT

View descriptionShare

Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs

Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs
678 clip(s)
Loading playlist
Iphinde yasesithatheni imeko yemicimbi yoomasipala eMzantsi Afrika kulandela ingxelo yoMphicothi zincwadi ngethuba ebenika ingxelo yakhe epalamente. Umphicothi zincwadi uTsakane Maluleke kwingxelo yakhe udize ukuba oomasipala beli bachithe ngokungafanelekanga imali ebalelwa kwi 26 ye billion zeRandi kunyaka-mali ka 2019/20. Oku kubangelwa kukungathobeli umthetho wolawulo lwemali kaMasipala i-"Municipal Finance Management Act". Kusenjalo uMphicothi zincwadi uqhubeke wathi kukho imali ebalelwa kwi 5.5 billion Rand ethunyelwe ngurhulumente kandlunkulu koomasipala abangamashumi amabini anesibini, nathi ayaziwa ukuba yenziwe ntoni. Kusenjalo ikomiti ejongene nenkcitho karhulumente ithi kufuneka kuthatyathwe amanyathelo ngakoomasipala abathi gqolo bengaqhubi kakuhle. Ukufumana uhlalutyo nokujonga nzulu lomba, phula-phula udliwano-ndlebe kwakunye nengcali kwimiba yorhulumento (Governance specialist) uSandile Swana.
  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 1 playlist(s)

  1. Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs

    678 clip(s)

Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs

Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs
Social links
Recent clips
Browse 1,463 clip(s)