Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairsUmhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs

APHA - UMXHOLO

View descriptionShare

Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs

Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs
678 clip(s)
Loading playlist
Ayakhula kwakhona amanani osuleleko lweCovid-19 kwiphondo leMpuma Koloni. Sithetha nje eliphondo linabantu abangaphaya kwewaka abanale-ntsholongwane; kwaye ingingqi iNelson Mandela Bay yeyona inamanani aphezulu olosuleleko. Abasemagunyeni kwicandelo lezempilo, balindele ukuba uqalise ukuqatsela umsinga wesithathu weCovid-19 ngomhla weshumi elinesine kuJune. Inkulu baphathiswa yephondo leMpuma Koloni u-Oscar Mabuyane, ithi basebenzise ezinyanga zimbalwa zigqithileyo namava abawafumene ngethuba bequbisana nomsinga wesibini wale ntsholongwane ukulungiselela nokukhawulelana nefuthe lomsinga wesithathu weCovid-19. Iphondo leMpuma Koloni laqala ukubanomntu onalentsholongwane ngoMarch 2020 eXhora kuMaspala i-Amathole, emva konyaka igqugqisa, kwaye kungokunje lentsholongwane sele yosulele abantu abangaphezu kwekhulu namashumi asithoba anesine amawaka.
  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 1 playlist(s)

  1. Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs

    678 clip(s)

Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs

Umhlobo Wenene FM Inkqubo ndaba / current affairs
Social links
Recent clips
Browse 1,463 clip(s)