INTRO: Amagqwetha abo babesakuba ngooMongameli beli, uJacob Zuma noThabo Mbeki axoxe ngelithi lowo unguSihlalo weKomishoni yoPhando mayelana namatyala awafakwa kwiKomishoni yenyani noxolelwaniso iTRC, uJustice Sisi Khampempe ngahle akhethe icala ngenxa yezikhundla awayezibambile kwilixa langaphambili kwaye kungoko kufuneka ehlile kwesi sikhundla.