Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

ZIBUZWAKUTHI - TRADITIONAL SURGEON

View descriptionShare

Urhulumente wephondo iMpuma Koloni ebambisene neenkokeli zemveli, usungule iphulo loqeqesho lweengcibi namakhankatha. Isebe lentsebenziswano kulawulo nemicimbi yemveli, uCogta, lithe olu qeqesho lungajonga ukudibanisa ungenelelo lwezonyango kulwaluko lwesintu. Eli sebe lithi lifumanise ukuba kukungakhathali, ukunganakekelwa kakuhle, ukubethwa, nokunganikwa manzi kwabakhwetha okuphembelela ekubhubheni kwabakhwetha abaninzi. Isebe likwafumanise ukuba iingcibi azizicoci ngokufanelekileyo izixhobo zokolusa amakhwenkwe, ntoleyo enokuphembelela okosulelekeni kwabakhwetha ngugawulayo nezinye izifo. Eli phulo liqale Emaxesibeni, eMthatha naseLusikisiki, kwaye lizakunwenwela nakwezinye iindawo. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 1,929 clip(s)