Icandelo lophando labucala i-SIU, liqhuba ugqogqo kumakhaya nakumashishini abantu abathile abatyholwa ngobuqhophololo norhwaphilizo lwengxowa mali ebalelwa kwi R161 yezigidi zeerandi, eyayincedisa ngethuba kuhlasela ububhane we Covid 19. Bamalunga namashumi amathathu anesihlanu abantu abatyholwa ngokudyobheka koku.