Kukwavakala ukuba i-Addington kuphela kwesikolo sikarhulumente esikulammandla kwaye owona mngeni ujongene nesisikolo kukuxinana kwabafundi ngenxa yokungabikho kwendawo, nanjengoko kusekho abantwana abakuluhlu olulinde ukungena kwesisikolo ebebebhalise kunyaka ophelileyo. Ukuqwalasela lomba sithe masikrwece ovela kwiziko elijongene nemontlalo noqoqosho kuzwelonke