Unobhala jikelele we ANC uFikile Mbalula uthi ubungqina obunikezelwe ngumongameli wase Melika uDonald Trump ukuxhasa amabango akhe okuba eMzantsi Africa kukho imbubhiso yabantu abamhlophe, bubonakalisa elubala ukuba unolwazi olungachanekanga ngelilizwe.