Ikomishoni ka Madlanga ive ngendlela ingqina elibizwa ngokuba ngu Witness C, elabayinxalenye ngayo kuphando lokubulawa kwenjineli yase Vereeniging uArmand Swart, kwinyanga yoMnga ngo 2025. Oku kweenzeka kwiintsuku nje ezingephi ngaphambi kokuqhutywa kogqogqo kwikhaya lalowo utyholwa ngokubulala uKatiso KT Molefe's , e-Sandhurst eRhawutini. Ingqina elibizwa no Witness B liyaqhuba nokunikezela ngobungqina kule komishoni namhlanje.