Umhlobo Wenene FM Current AffairsUmhlobo Wenene FM Current Affairs

ZIBUZWAKUTHI - DORA REPORT

View descriptionShare

Umhlobo Wenene Current Affairs

Umhlobo Wenene Current Affairs
1,631 clip(s)
Loading playlist

U-Mkhuseli Woluntu eMzantsi Africa uAdvocate Kholeka Gcaleka, ukhuphe ingxelo yophando alwenze kunyaka ophelileyo kwisibhedlele iDora Nginza eGqeberha, eMpuma Koloni, emva kwezityholo zolawulo oluhexayo kwesisibhedlele. Oku kulandela iingxelo kumajelo eendaba ezazidiza ukuba abasetyhini abakhulelweyo balala phantsi bhaxa okanye ezitulweni, ngelixa belinde ukuncedwa ngenxa yokushokoxeka kweebhedi. 

  • Facebook
  • X (Twitter)
  • WhatsApp
  • Email
  • Download

In 2 playlist(s)

Umhlobo Wenene FM Current Affairs

Umhlobo Wenene FM News and Current Affairs. Brought to you by SABC News.
Social links
Recent clips
Browse 2,023 clip(s)